Inkomo - The Soil

Viewed

176

times


Print this lyrics Print it!

     
Page format: Left Center Right
Direct link:
BB code:
Embed:

Inkomo Lyrics

Found lyric! The Soil - Inkomo mp3, This Inkomo song is free for download, just click download button to get the Inkomo - The Soil mp3 lyric for free to text, pdf, word file formats..

Nazi inkomo ebuhlanti kuvume nabaphantsi besithi eyi sani kutheni angekhamthati ndathi yonk'int'irighti yena ungowami kodwa kukhona ingxaki utata'khe akandifuni

Ndisahleli phantsi komthi yadlula yone leyontokazi ndiyaqonda ibiyokha amanzi phaya ezantsi emlangeni ndaphakama mna ndayilandela ngengo clever wase Rhawutini ndasondela sthandwa sam ndicela ukuhamba nawe elothutyana ndivumele ndithethe nawe ndiyi Ntsiki yekhaya ikhaya lakwa Ngxanga ndiyi nkosi ndikwenze inkosazana yam bamb'isandlasam s'thandwa uzakuba ngumama wabantwana bam ndiyazibuza umhle kangaka ukhetha mna amadoda engaka ndizakubiza utata wam nawe ubize utata wakho bahlale phantsi bobabini baxoxisane

Samza ndiyoyika (hayi ayikho int'enjalo) ndoyika umama no tata (hayiko int'enjalo) umama uzakundi krwitsha utata uzakundibetha athi ndiya jola Ntsika ndiyoyika umama uzakundibetha uthata uzakundi krwitsha krwitsha athi ndiyajola

Hayi andikaze mna ndiyibone intombazane entle nje ngawe please ntombazane uzundimamele nditheth'inyan' sthandwa undi charmile ebusuku sthandwa sam mna ndibonisiwe mna nawe baby sesitshatile please ntombazane uzundimamele ndithet'inyani sthandwa ndikuthandile

Tata'khe akandifuni akandifuni tata'khe akandifuni... AZ

Lyrics provided by Lyricsmp3skull.info

The Soil: a 4-member acapella singing group whose music can best be described as ‘Kasi Soul’. The Soil strives to fuse their voices to deliver melodic and harmonious messages that are aimed at uplifting and healing souls all around the world. The first member of the group exists in a spiritual form as The Creator of all. The other three members of the group take a physical form: Buhlebendalo Mda, Luphindo Ngxanga, and Ntsika Fana Ngxanga, who are occasionally also supported by two backing vocalists, Asanda and Tshwarelo.

Read more about The Soil on Last.fm.


User-contributed text is available under the Creative Commons By-SA License and may also be available under the GNU FDL.

View All

The Soil